Mateyu 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoxa babesidla, wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu uya kundingcatsha.”+ Marko 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye njengoko babengqendeve etafileni besidla, uYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu, odla+ kunye nam, uya kundingcatsha.”+ Luka 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Kodwa, khangelani! isandla somngcatshi+ wam sikunye nam etafileni.+ Yohane 6:70 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+ IZenzo 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+
18 Kwaye njengoko babengqendeve etafileni besidla, uYesu wathi: “Inene ndithi kuni, Omnye wenu, odla+ kunye nam, uya kundingcatsha.”+
70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+
16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+