Eksodus 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Thethani kwindibano iphela yakwaSirayeli, nithi, ‘Ngosuku lweshumi kule nyanga ngamnye makazithabathele imvu ngokwezindlu zamanyange, imvu enye+ kwindlu nganye. Levitikus 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova. Yohane 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku, ngenxa yokuba wayesazi ngaphambi komthendeleko wepasika ukuba lifikile ilixa lakhe+ lokuba emke kweli hlabathi aye kuYise,+ uYesu, ebathandile abakhe ababesehlabathini,+ wabathanda de kwasekupheleni. 1 Korinte 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+
3 Thethani kwindibano iphela yakwaSirayeli, nithi, ‘Ngosuku lweshumi kule nyanga ngamnye makazithabathele imvu ngokwezindlu zamanyange, imvu enye+ kwindlu nganye.
5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova.
13 Ke kaloku, ngenxa yokuba wayesazi ngaphambi komthendeleko wepasika ukuba lifikile ilixa lakhe+ lokuba emke kweli hlabathi aye kuYise,+ uYesu, ebathandile abakhe ababesehlabathini,+ wabathanda de kwasekupheleni.
7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+