INdumiso 41:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwanendoda eseluxolweni nam, ebendikholose ngayo,+Ebisidla isonka sam,+ indiphakamisele isithende.+ INdumiso 55:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba asilotshaba olundingcikivayo;+Ngapha koko bendinokukunyamezela.Yayingenguye ondithiye kakhulu owazigwagwisa nxamnye nam;+Ngapha koko bendinokuzifihla kuye.+ Luka 22:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngoxa wayesathetha, khangela! isihlwele, yaye umntu obizwa ngokuba nguYudas, omnye wabalishumi elinesibini, wayehamba phambi kwaso;+ yaye wasondela kuYesu ukuze amange.+
9 Kwanendoda eseluxolweni nam, ebendikholose ngayo,+Ebisidla isonka sam,+ indiphakamisele isithende.+
12 Kuba asilotshaba olundingcikivayo;+Ngapha koko bendinokukunyamezela.Yayingenguye ondithiye kakhulu owazigwagwisa nxamnye nam;+Ngapha koko bendinokuzifihla kuye.+
47 Ngoxa wayesathetha, khangela! isihlwele, yaye umntu obizwa ngokuba nguYudas, omnye wabalishumi elinesibini, wayehamba phambi kwaso;+ yaye wasondela kuYesu ukuze amange.+