IZenzo 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike, 1 Tesalonika 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 saza sathumela uTimoti,+ umzalwana wethu nomlungiseleli kaThixo kwiindaba ezilungileyo+ ezingoKristu, ukuba aniqinise aze anithuthuzele ngenxa yokholo lwenu,
16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike,
2 saza sathumela uTimoti,+ umzalwana wethu nomlungiseleli kaThixo kwiindaba ezilungileyo+ ezingoKristu, ukuba aniqinise aze anithuthuzele ngenxa yokholo lwenu,