Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ 1 Timoti 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo. 1 Petros 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo.
19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+