Levitikus 26:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “‘Kodwa, ukuba anizukundimamela okanye anizukuyithobela yonke le mithetho,+ Levitikus 26:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ndiza kunichasa, yaye niza koyiswa ziintshaba zenu.+ Abo banizondayo baza kuninyathela,+ nibaleke kungekho mntu unileqayo.+ Duteronomi 1:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Kodwa wathi uYehova kum, ‘Yithi kubo: “Sanukunyuka niyokulwa,+ kuba andizukuba nani. Ukuba niyenyuka niza koyiswa ziintshaba zenu.”’
17 Ndiza kunichasa, yaye niza koyiswa ziintshaba zenu.+ Abo banizondayo baza kuninyathela,+ nibaleke kungekho mntu unileqayo.+
42 Kodwa wathi uYehova kum, ‘Yithi kubo: “Sanukunyuka niyokulwa,+ kuba andizukuba nani. Ukuba niyenyuka niza koyiswa ziintshaba zenu.”’