Zekariya 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Wandibonisa uYoshuwa+ umbingeleli omkhulu emi phambi kwengelosi kaYehova, noSathana+ emi ngasekunene kwakhe ukuze amchase. Mateyu 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Emva koko uYesu waqhutyelwa entlango ngumoya kaThixo, waza wahendwa+ nguMtyholi,+ Mateyu 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UMtyholi+ weza kuye wathi: “Ukuba ungunyana kaThixo, yithi kula matye mawabe zizonka.” Luka 22:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 “Simon, Simon, uSathana ufuna ukunisefa njengengqolowa.+ Yohane 13:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoku kwakutyiwa isidlo sangokuhlwa, ibe noMtyholi wayesele efake entliziyweni kaYudas Skariyoti,+ unyana kaSimon, umoya wokujikela uYesu.+ ISityhilelo 12:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko yaphoswa phantsi emhlabeni inamba enkulu,+ laa nyoka yakudala,+ le ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ uSathana,+ lo ulahlekisa umhlaba wonke.+ Waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.
3 Wandibonisa uYoshuwa+ umbingeleli omkhulu emi phambi kwengelosi kaYehova, noSathana+ emi ngasekunene kwakhe ukuze amchase.
2 Ngoku kwakutyiwa isidlo sangokuhlwa, ibe noMtyholi wayesele efake entliziyweni kaYudas Skariyoti,+ unyana kaSimon, umoya wokujikela uYesu.+
9 Ngoko yaphoswa phantsi emhlabeni inamba enkulu,+ laa nyoka yakudala,+ le ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ uSathana,+ lo ulahlekisa umhlaba wonke.+ Waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.