INdumiso 62:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Owu Yehova, nothando olungagungqiyo lolwakho,+Kuba ubuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.+ INtshumayeli 11:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Bonwabele ubutsha bakho mfana, uyivumele yonwabe intliziyo yobutsha bakho. Landela iindlela zentliziyo yakho, uye nalapho amehlo akho akusa khona; kodwa wazi ukuba uThixo wokwenene uza kukugweba.*+ Mateyu 12:36, 37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Ndithi ke kuni, umntu othetha izinto ezingakhiyo uza kuphenduliswa+ ngazo zonke ngeMini Yomgwebo; 37 umntu uza kugwetywa okanye kuthiwe ulilungisa ngokwamazwi akhe.” IZenzo 17:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Kuba ubeke usuku aza kugweba+ ngalo umhlaba wonke ngobulungisa esebenzisa indoda ayikhethileyo, ibe uye wabaqinisekisa abantu ukuba luza kufika olo suku ngokuyivusa le ndoda ekufeni.”+ 2 Korinte 5:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kuba sonke simele sivele phambi kwesihlalo sokugweba sikaKristu, ukuze umntu ngamnye abuyekezwe ngokwezinto azenzileyo esekulo mzimba, nokuba zintle okanye zimbi.+ 1 Timoti 5:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Izono zabanye abantu zaziwa ngumntu wonke, baze bakhawuleze bagwetywe, kodwa ezabanye zivela emva kwexesha elide.+
9 Bonwabele ubutsha bakho mfana, uyivumele yonwabe intliziyo yobutsha bakho. Landela iindlela zentliziyo yakho, uye nalapho amehlo akho akusa khona; kodwa wazi ukuba uThixo wokwenene uza kukugweba.*+
36 Ndithi ke kuni, umntu othetha izinto ezingakhiyo uza kuphenduliswa+ ngazo zonke ngeMini Yomgwebo; 37 umntu uza kugwetywa okanye kuthiwe ulilungisa ngokwamazwi akhe.”
31 Kuba ubeke usuku aza kugweba+ ngalo umhlaba wonke ngobulungisa esebenzisa indoda ayikhethileyo, ibe uye wabaqinisekisa abantu ukuba luza kufika olo suku ngokuyivusa le ndoda ekufeni.”+
10 Kuba sonke simele sivele phambi kwesihlalo sokugweba sikaKristu, ukuze umntu ngamnye abuyekezwe ngokwezinto azenzileyo esekulo mzimba, nokuba zintle okanye zimbi.+
24 Izono zabanye abantu zaziwa ngumntu wonke, baze bakhawuleze bagwetywe, kodwa ezabanye zivela emva kwexesha elide.+