Levitikus 19:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “‘Nize ningenzi izinto ezingezozabulungisa xa nigweba. Uze ungabi namkhethe kwihlwempu, okanye ukhethe isityebi.+ Uze ugwebe ngobulungisa. Duteronomi 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+ Duteronomi 16:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Nize ningabugqwethi ubulungisa,+ nibe nomkhethe+ okanye namkele isinyobo, kuba isinyobo siyawamfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.
15 “‘Nize ningenzi izinto ezingezozabulungisa xa nigweba. Uze ungabi namkhethe kwihlwempu, okanye ukhethe isityebi.+ Uze ugwebe ngobulungisa.
17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+
19 Nize ningabugqwethi ubulungisa,+ nibe nomkhethe+ okanye namkele isinyobo, kuba isinyobo siyawamfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.