10 Emva koko, uSimon Petros, owayenekrele, walithi rhuthu waza wahlasela ikhoboka lombingeleli omkhulu, waliqhawula indlebe yasekunene.+ Eli khoboka yayinguMalko. 11 Kodwa uYesu wathi kuPetros: “Buyisela elo krele kwisingxobo salo.+ Andimelanga ndiyisele na le ndebe ndiyinikwe nguTata?”+