Ubuya Kuphendula Uthini?
Kwenzeka Phi Oku?
1. Esi siganeko senzeka kwesiphi isixeko?
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Funda iZenzo 2:1-13.
Yenza isangqa kwimpendulo yakho emaphini.
EAthene
EYerusalem
EBhabhiloni
◼ Inkoliso yabafundi yayivela phi?
․․․․․
◼ Kwakutheni ukuze abanye abantu babagculele abafundi?
․․․․․
UKWENZELA INCOKO:
Ziziphi izinto esifana nesahluke ngazo esi siganeko kweso kuthethwa ngaso kwiGenesis 11:1-9?
Kule Nkupho
Phendula le mibuzo, uze ufakele iindinyana zeBhayibhile.
IPHEPHA 4 Unokudliwa yintoni umntu? 2 Korinte 2:․․․
IPHEPHA 6 Uxolo lukaThixo luya kusenzela ntoni? Filipi 4:․․․
IPHEPHA 28 Abanye banenzondelelo kuThixo kodwa baswele ntoni? Roma 10:․․․
IPHEPHA 29 Ngubani esifanele simthobele? IZenzo 5:․․․
Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
Ngaba ungakwazi ukuyibona le mifanekiso kweli phephancwadi? Chaza ngamazwi akho into eyenzekayo kumfanekiso ngamnye.
Yintoni Oyaziyo NgoMgwebi UOteniyeli?
Funda ABagwebi 3:7-11. Phendula le mibuzo ilandelayo.
2. ․․․․․
Wayengowasiphi isizwe?
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Funda uYoshuwa 15:17, 20.
3. ․․․․․
Wawakhulula kuwuphi umlawuli amaSirayeli?
4. ․․․․․
Yinyaniso okanye bubuxoki? Waphila ngaphambi kukaMoses.
UKWENZELA INCOKO:
Umalume kaOteniyeli, uKalebhi wamisela wuphi umzekelo omhle?
INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Funda iNumeri 14:6-9. Chaza igama lesizalwane sakho osithandayo uze uchaze isizathu sokuba usithande.
◼ Iimpendulo zifumaneka kwiphepha 11
IIMPENDULO ZEMIBUZO EKWIPHEPHA 31
1. EYerusalem.—IZenzo 2:5.
◼ EGalili.—IZenzo 2:7.
◼ Babecinga ukuba banxilile.—IZenzo 2:13.
2. WayengumYuda.—Yoshuwa 15:17, 20.
3. KuKushan-rishatayim.—ABagwebi 3:8.
4. Bubuxoki.