Luka 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Emva kokulumeka isibane, umntu usibeka, kungekhona kwigumbi eliphantsi komhlaba naphantsi kwengobozi yokulinganisa, kodwa phezu kwesiphatho sezibane,+ ukuze abo bangenayo babone ukukhanya. Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:33 Umntu Obalaseleyo, isahl. 75
33 Emva kokulumeka isibane, umntu usibeka, kungekhona kwigumbi eliphantsi komhlaba naphantsi kwengobozi yokulinganisa, kodwa phezu kwesiphatho sezibane,+ ukuze abo bangenayo babone ukukhanya.