Duteronomi 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla. 1 Kumkani 8:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 (kuba bangabantu bakho nelifa lakho,+ owabakhupha eYiputa,+ ngaphakathi kwiziko lentsimbi),+ Nehemiya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye bangabakhonzi bakho+ nabantu bakho,+ owabakhulula ngamandla akho amakhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo.+ INdumiso 74:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yikhumbule indibano yakho owayizuza kudala,+Isizwe owasikhulula njengelifa lakho,+Le Ntaba yaseZiyon ohlala kuyo.+ INdumiso 95:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba yena nguThixo wethu, thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe.+Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+ INdumiso 100:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+Nguye owasenzayo, asisithi.+Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+
20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.
10 Yaye bangabakhonzi bakho+ nabantu bakho,+ owabakhulula ngamandla akho amakhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo.+
2 Yikhumbule indibano yakho owayizuza kudala,+Isizwe owasikhulula njengelifa lakho,+Le Ntaba yaseZiyon ohlala kuyo.+
7 Kuba yena nguThixo wethu, thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe.+Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+ INdumiso 100:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+Nguye owasenzayo, asisithi.+Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+
3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+Nguye owasenzayo, asisithi.+Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+