9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+