Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ 1 Kronike 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+ Yohane 17:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Bawo olilungisa,+ ihlabathi, eneneni, alikwazanga;+ kodwa mna ndikwazile, kwaye nabo bazile ukuba ndithunywe nguwe.+ ISityhilelo 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+
25 Bawo olilungisa,+ ihlabathi, eneneni, alikwazanga;+ kodwa mna ndikwazile, kwaye nabo bazile ukuba ndithunywe nguwe.+
3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+