Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ 1 Timoti 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo. Tito 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 owazinikela+ ngenxa yethu ukuze asihlangule+ kulo lonke uhlobo lokuchasa umthetho aze azihlambululele+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ esizondelela imisebenzi emihle.+ Hebhere 9:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo.
14 owazinikela+ ngenxa yethu ukuze asihlangule+ kulo lonke uhlobo lokuchasa umthetho aze azihlambululele+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ esizondelela imisebenzi emihle.+
28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+